07/02/2023
❤️❤️❤️❤️This post goes to everyone that Supported me ndisaqala nandithemba and you guys never Me feel less but naqubeka nama nam ndiyabonga🙏🙏To those who dragged my name to the mud nani enkosi kuba ngengok ndiyi ntenge ntenge yomntu engazazi ukuba mele izimele njani enkoc bahlobo bam🤞🤞Nakwaba bebethi mabehlangene bahlangane ngegama lam nithethe kakubi ngam nindixabanise nabantu nakunindithi Enkosi kuba nindibonise abantu who really loved me nyan...Some stayed with me sendibizwa amagama kwalapha kwi Social Media because bendaz uba ndingumntu onjani.Abanye bandikhuluma kakubi sendibancedile kodwa uThixo wathi hai ngawe and nanamhlanje ndisabanceda kwaye ndiyahleka nabo kuba mna ndiyazazi uba elam Iliso lijongephi and lijonge impumelelo qa...Ewe ndingandibona ndihleka nani kodwa ndiyazazi izinto enihamba nizipapasha ngegama lam kodwa ke 😭😭It is well with my soul...I have lost close friends,Ralatives etc but I always Tap my Self at the Back and say I am really Proud of u Son....
Mandiphuma nisala nithetha ngam nihlekisa nangam kodwa okusalayo ndiyaya phambili noma kunjani.
.
Ndinazo i mistakes nam ndingumntu please Stop Making Friends with my Name or Through My name ngendlela e wrong🙏🙏
Enkosi