23/01/2022
Insert1
😍
😍
😍
😍
Trr trr that was my alarm. Ndiye ndavuka ndondlula umondlala wam ndavasa ubuso ndayochola izinto zobasa ndabeka amanzi phandle(ndiwabeka phandle amanzi kwatsho uAunt)athe asobila ndavasa ndanxiba iuniform yam indala,iphatshile kodwa ndiclean esikolweni.ndiye ndachitha amanzi ndaya endlini enkulu ndilala emkhukhwini ongasebenziyo.
Ndifike kukho uAunt nentombi yakhe
Me:Molweni
Aunt:Nyonyweni ntoni njemba ulele ucinga ukuba yenziwa ngubani ibreakfast umntanam uwabekelwa ngubani abanzi hee?
Me:ixolo aunt ndivuke kade ndacinga into yokuba inoba sezenziwe izinto(esoyika)
Aunt: futsek phuma apha lento ingenabazali .
)Ndiye ndaphuma ndibaleka Kuba ndoyika ubethwa)ndifike esikolweni ichomie zam zindilinde egaitin(I'm not sure ngespelling) yesikolo
Me: izihlobo zam ezisenyogweni(screaming)
Them: sihlobo sethu esisegileni
Me:why egileni pho?
Them:why endaweni ekrakra?
Me:mxm... ninjani zihlobotyi?
Them:good..n you
Me: umqabaqaba klk ndine...
The bell ring then we go to the assembly principal made a long boring speech 😩then we walk to classrooms.School was school nothing happen it was after school.