Ithini Gama lalengoma ndiyibhuda ngesginci?
Sise gqeberha sizipholele
Laphu laphu silungiselela i17th September. Enew Brighton Mandy arts center
Nilele kodwa asilelanga thina
Piano no maskand ikhona something ezayo
Xa kuthiwa support qala ekhaya kusube kuthethwa into enje.abantu basekhaya xa bedibene bavele bavume ingoma yethu ukubonakalisa support lwento esiyenzayo
Amazim'amahle 2023
#asendleleni
Hee bhut'omdala lengoma uycule ukweziphi ntlungu ndasuka ndaythanda nje@Tonardo bhada elimaxhaga
Thank you Gqeberha ndiyabona ukuba bekumnand
Thank you Gqeberha ndiyabona belumnandi
Sobuzy nalento ye hustling mntanam
#sona siku6
#Amazim'amahle 2023
Inkinga niveske nifune ukusqhatha nabantu abadala bekule ndima ukuba sifane nabo kanti sisaze ngobuso thina.
Amazim'amahle 2023 ayeza wona.
Ayeza naklo nyaka
Umzekelo:
Ngekhe ufanise Tatu Nkuzemdaka ocule sisafunda isokolo naMazim'Amahle.
Iqale apho ukumoshakala.
#Sinamandla kontabethu
2023 sishaya kwasani
#Ziyeza ezaphezkwe Lwandle lindani