05/12/2024
Bantakwethu, nanjengoko niyazi ukuba umcimbi mkhulu kwaye udinga intsebenziswano.
Siyacela ukuba ukhona umntu onqwenela ukufaka isandla, asincede enze njalo.
Ungasifaka isandla kwezizinto zilandelayo:
1. Chairs
2. Round tables
3. Couches
4. Food / Drinks / Meat
5. Transport
6. Traditional Decoration
7. Toilets
8. Nakweyiphi na into onqwenela usincedisa kuyo.
Back To My Roots Music Festival SamzariohDj Nohako Sazile Khosi Ntetho Kwanele Kweyla Mlambisa Thembani Mnjamero Njama Msoswana Soso Nohako Siyabonga Superlover Mdyogolo
Please share, maybe one of your contacts can help us.
Enkosi siyabulela