Ukhathaza Music

Ukhathaza Music Maskand struggle songs

18/11/2021

Asithethi kwanto yonkinto siybekele 31 December eCala

25/10/2021

31 December indoor sports centre eCala edolophini ngo10 till late night nonke nibiziweeee

28/07/2020

Molwen bakhaya emvakwe lockdown nirhalela ndiniphathele Bani oyimvumi odumileyo kumculo kamaskandi ndimamele ke ungabiza igama lemvumi oythandayo

Molweni bakwethu silolo sicela hlalani endlini yoyikeni icovid uyahlasela iyabulala futhi sicela nihlale endlini nihlamb...
11/07/2020

Molweni bakwethu silolo sicela hlalani endlini yoyikeni icovid uyahlasela iyabulala futhi sicela nihlale endlini nihlambe izandla sisonke ngokubambisana sinako ukunqoba ukuze sibuyele kwezolonwabo ngokukhaeleza kumele sibebanye senze ntonye ukulwisana neCovid seyingenile ngoku nasemikhukhwini eneneni impilo zethu zisengozini kodwa ngamandla kathixo sinako ukuphumelela

26/06/2020

Molweni bakwethu nati

08/06/2020
02/06/2020

6 June 2020 time 4:30 nivule ivukani community Radio ndizobe ndinodliwanondlebe

Kuseyiyo leyoNdoda bakwethu wathi uYesu kubafundi bakhe ningekum aninawkwenzanto mna ndithi kuni ndingekuni andinawkwenz...
20/05/2020

Kuseyiyo leyoNdoda bakwethu wathi uYesu kubafundi bakhe ningekum aninawkwenzanto mna ndithi kuni ndingekuni andinawkwenzanto inxaso yenu ibalulekile eMabhaceni R60 CD national and international swazini Maputo Mozambique konke ikhona

Stream and Save Ngexesha LeNgcinezelo - Distributed by DistroKid

23/04/2020

Molwen eMabhaceni please stay at home stay safe uKhathaza love you guys impilo isekhona ngapha kwe corved 19

14/03/2020

Stream and Save Yekani'ukubulala Abantu - Distributed by DistroKid

21/02/2020

Stream and Save Ngexesha LeNgcinezelo - Distributed by DistroKid

06/02/2020

29 February ilala vuka ise Mthatha bakwethu Yama CDs abazobe besemtuatha

19/01/2020

Count down 2days left sive into emnandi🎼🎵🎶🎸🎸🤸🤸🤸🤸

16/01/2020

We are waiting for the new hot single song within two weeks nje

Address

Markert Street
Johannesburg

Telephone

+27731004435

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Ukhathaza Music posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Contact The Business

Send a message to Ukhathaza Music:

Share

Nearby event planning services


Other Performance & Event Venues in Johannesburg

Show All