13/07/2023
Continue
Him:ndinendlela zam
Mna:ouk
Him:so uyeza ngomso
Mna:ufuna ugqibezela lanto wawuyenzile ne tshomi zakho
Him:ndifuna ucela uxolo
Mna:ouk
Ndiye ndalala ndavuka kusasa ndavasa ndaya ezantsi ndenza i cereal. Ndayovusa owele bavuka banxiba sahla benza nabo ukutya saphuma
Mna:njongani nizohlala apha motweni until ndide ndibuye
Bona:okay mama
Ndiye ndaphuma emotweni ndabona u taka ilanga ehleli phantsi
Mna:thetha kufuneka ndihambe
Him:ndaxolisa ngento endayenza no mhlobo wam
Mna:khanitsho naniyenziswa yintoni lanto
Him:sasinxilile ngalamini
Mna:yayazi ayo excuse leyo
Him:ndayazi
Mna:ndanixolela kudala mna ngoba u aunt wandifundisa ngoxe
Him:enkosi enyinto ukuba unabantwana ababini
Mna:ewe klk nandikhethisa umitha ndimncinci nina so ndiye ndazikhulisela intsana zam
Him:bendicela ukuba ndidlale indima ka tata empilweni yabantwana bam
Mna:abam abantwana abandingi tata empilweni ba ryyt elahlobo so bye
Ndiye ndemka ke phaa ndafika abantwana bam bedlala phone
Lulibo:benithetha ntoni notata ka ilanga
Mna:indaba zabantu abadala masambeni siyeni siyotya ka mc donald
Siye safika ka mc donald sahlala ezitulweni
Waiter:molweni beni zo order ntoni
Mna🍔🍔🍟
Iulibo:🍔🍟🍹
Olwe:🍔🍹
Waiter: okay
Kuye kwangena otaka ilanga no ilanga kunye no bhuti no sisi abayi 4:baye beza kuthi
Them:molweni
Mna:hi
Guy1:phawelihle
Guy2:qhawe
Guy3lukhanyo
Girl1:mbali umntu ka phawelihle
Girl2:zozibini umntu qhawe
Girl3amahle umntu ka lukhanyo girl4:amanda umntu ka taka ilanga(eneshori)
Lulibo:andimazi umntu aske abeneshori kodwa akekho mhle
Olwenen:nyani mntase
Mna:hayini bethunani
Lulibo:ndingu libo kamama kemna not owenu
Olwenene:ndingu olwenene
Mna:ndingu zipho
Amanda:mxim
Lulibo:awuselohobe nje untshongo minca apha
Oko sana sihleka
Langa:uyambona na libo
Amanda:rhaa nisile bantwana ndini ndahamba nalapha
Lulibo:hamba besingashoti ngawe
Langa:and ker
Mna:hayini nina wahamba sana u amanda sasheka sinconkola emveni koko sagoduka